top of page
Writer's picturePhuti Ramaphakela

UMama Pat Nkonyeli wazewaphinda ngokuwina "Best Solo Award"


Kwi ngxikela yetheko esikhululweni semikhumbi e Thekwini bekuhlangene Amaciko onke from various Provinces nabamenyiweyo ukuzonikwa kwamaciko ama award ebengenelwe kwi KZN Namuhla Artists Awards khona kwisixeko esikhulu esikwa sisikhululo semikhumbi yamanzi eDurban. Phakathi kwamaciko uye wazibalula umuma Pat Nkonyeni ngokuwina kwi category yakhe as the Best Soloyabuya indondo ukuza ekhaya eNyaka eBizana nase Mlazi ku Ward 76 apho abuye abe ngumhlali khona.

Lo mcimbi ubusingathwe ngumnikazi wawo usisi Sheila Mhlongo owathatha isigqibo sokukhuphula Amaciko akronyeliswe kumsebenzi wobuciko wawo minyaka yonke. Oku kukhuthaze namaciko avela nakwezinye izifundandazwe angenela ama Awards kwimikhakha ehlukene. uSisi Sheila Mhlongo ukwane phephandaba elibizwa nge KZN Namuhla elibhala indaba zase KZN nezamaciko.

Lithetha naye iphephandaba uthi : “uMama Nkonyeni uvuye kakhulu ukuphumelela kulo mncintiswano wamaciko ezimisele kanjalo ukusebenza ngamandla ukuze kufezeke iphupho lakhe. Kungoku nje uMama Pat ulungiselela ama Award awangenele e Carletonville uqokwe kathathu kuma categories ahlukene azimisele ukuwathatha. Amalungu omndeni, abangani nabase KZN bameseka kakhulu bevota ngokunjalo ukuze abuye aphumelele. Uthi uyabonga kwi KZN Namuhla ngethuba elingaka abavulelwe lona”.

" UThixo uyawangqinela amazwi akhe ngemisebenzi yakhe", utsho uMama Pat Nkonyeni.

3 views0 comments

Comentarios


bottom of page